90. Waphela umsebenzi

 Kuphelil’ ukusebenza,
Sesiqala i-Sabatha; Yiza
   Moy’ uzokuvuya
Ngolusuku walukhetha.
Yiza sibonge i-Nkosi,
    Ngokuphumla
okumnandi; Intsikelelo
  mawethu Zabekwa
  nguy’ u-Mkhululi.
Zingathi ezingcamango
Zethu zibonge u-Thixo;
Ukuze yen’ okholwayo
      Amkelisw’
    okwabhalwayo.
Ukuvuy’ entliziyweni
    Kulithemba
emhlabeni, Elanikwa
 ebandleni, Lavela
   kuy’ezulwini.